Joshua 2:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ada abuya lomadoda omabini, ehla entabeni, awela ke, aza kufika ku‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune, ambalisela zonke izinto ezibahlileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abuya amadoda omabini, ehla entabeni, awela, afika kuYoshuwa unyana kaNun, ambikela zonke izinto afumenene nazo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abuya amadoda lawo omabini, ehla entabeni, awela, afika kuYoshuwa unyana kaNun, amxelela yonke into eyenzeka kuwo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zehla ke entabeni iintlola, zawuwela umlambo, zabuyela kuYoshuwa, zamxelela konke okwehlayo kuhambo lwazo,