Joshua 2:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ayesiti ku‐Yoshuwa: Okunene uyehova unikile ezandleni zetu ilizwe lonke; ngokuba kwa bonke abemi belizwe bencamile ngenxa yetu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kuYoshuwa, UYehova ulinikele esandleni sethu lonke ilizwe elo; kananjalo bathe amandla bonke abemi belizwe phambi kwethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kuYoshuwa: “Okunene, uYehova ulinikele esandleni sethu lonke ilizwe elo; ngokuba bathe ngenxa yethu bonke abemi behlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
zathi: “Inene, uNdikhoyo elaa lizwe lonke ulinikezela kuthi, yaye abantu balapho bonke baphelelwe ngamandla ngenxa yokoyika.”