Joshua 2:5 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, kwakuvalwa isango, nxa kuza kuba mnyama, andula amadoda lawo apuma; andiwazi aye ngapina lomadoda; waputumeni kamsinyane, ngokuba niya kuwafumana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwathi, ukuvalwa kwesango, kwakuba mnyama, amadoda lawo aphuma; andazi ukuba aye ngaphi na amadoda lawo; wasukeleni kamsinya, ngokuba nowafumana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lakuba livaliwe isango, kwakuba mnyama, aphuma amadoda; Bendingazi ukuba aye phi na loo madoda; ngokuba uya kufikelela kubo.