Joshua 2:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Engekalali wona, yenyuka yona yaya kuwo pezu kwendlu;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Engekalali amadoda, yenyuka yona yaya kuwo phezu kwendlu;yathi kuloo madoda,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphambi kokuba baye kulala, wenyuka waya kubabona phezu kwendlu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphambi kokuba zilale ezo ntlola, uRahabhi waya kuzo phezu kwendlu,