Joshua 20:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba kusabele kona umbulali ombulele umntu ubomi ngesiposo, kungengokwazi; zoba yindawo yokupepela kuni ngenxa yompindezeli wegazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuba abalekele kuyo umbulali obulele umntu ngengozi engazi, ibe ziindawo zenu enobalekela kuzo ukusaba umphindezeleli wegazi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze abalekele khona umbulali obulele umntu ngokungazi; ibe yindawo yenu yokusabela kumphindezeli wegazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zoba ziindawo ekubalekela kuzo abantu abathe babulala omnye ngengozi okanye ngempazamo. Yoba ziindawo zokuzimela kwimpindezelo yezizalwana zaloo mntu ubuleweyo.