Joshua 20:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Naxeshekweni umpindezeli wegazi amputumayo, abayi kunikela umbulali lowo esandleni sake; ngokuba engambetanga ummelwane wake ngokwazi, engamtiyanga ngamaxesha apambili kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Othi, xenikweni umphindezeleli wegazi amsukelayo, angamnikeli umbulali esandleni sakhe, ngokuba wambulala ummelwane wakhe engazi, ebengamthiyile ngaphambili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba umphindezeli wegazi uthe wamsukela, musa ukumnikela umbulali lowo esandleni sakhe; kuba wabetha ummelwane wakhe engazi, akazange amthiye ngaphambili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa umphindezeli athe walandela ekhondweni lalowo ubalekele apho, wona akasayi kumnikezela kuye – kaloku wambulala ngengozi umfi, bengazange baxabana ngaphambili.