Joshua 21:10 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
olwati usapo luka‐Arone, olwakuzo izizalwane zama‐Kohati, olwakulo usapo luka‐Levi, lwaba nazo: ngokuba iqashiso lokuqala libe lilelalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yaba yeyoonyana baka-Aron emizalwaneni yamaKehati, koonyana bakaLevi; ngokuba laba lelabo iqashiso lokuqala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ababenoonyana baka-Aron emizalwaneni yamaKehati, yoonyana bakaLevi, ngokuba laba lelabo iqashiso lokuqala.