Joshua 21:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza lwalunika isixeko sika‐Areba uyise ka‐Hanaki, esiyiyo i‐Hebrone, entabeni yakwa‐Juda, nenqele zaso ezisingqongayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babanika umzi ka-Arbha, uyise ka-Anaki (ngowaseHebron ke lowo), ezintabeni zakwaYuda, namadlelo ayo ngeenxa zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babanika umzi ka-Arbha, uyise ka-Enaki, owaseHebron ke lowo, ezintabeni zakwaYuda, namadlelo ayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
babelwa isixeko sika-Arbha (uArbha wayenguyise ka-Anaki) le kuthiwa yiHebron ngoku. Nantso kweleentaba kwaJuda. Bayinikwa kunye namadlelo ayo,