Joshua 21:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa izindle zasesixekweni, nemizi yaso, lwazinika ku‐Kalebi unyana ka‐Jefune zibe yimfuyo yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke amasimi aloo mzi, nemizana yawo, bawanika uKalebhi unyana kaYefune ukuba abe ngawakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke lona ilizwe laloo mzi, namagxamesi awo, bawanika uKalebhi unyana kaYefune, ukuba libe yinzuzo yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kambe zona iilali eziyingqongileyo kunye namasimi zazisezabelwe uKalebhi unyana kaJefune, zaza zaba zezakhe.