Joshua 21:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaye lunika zicatshulwe esizweni sosapo luka‐Juda, nasesizweni sosapo luka‐Simone, ezizixeko ezibizwayo ngegama;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Babanika esizweni soonyana bakaYuda, nasesizweni soonyana bakaSimon, yona le mizi ibizwa ngegama layo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Esizweni soonyana bakaYuda, nakwisizwe soonyana bakaSimon, labelwa le mizi magama;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi ke izixeko ezabelwa abazukulwana baka-Aron, inzala kaLevi, bendlu kaKohati, ezazikummandla kaJuda noSimon: iqashiso laphumela bona kuqala,