Joshua 22:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bakufika elusatsheni luka‐Rubene, naselusatsheni luka‐Gadi, nakwisiqingata sesizwe sika‐Manase, elizweni le‐Gileyadi, baza bateta nalo, besiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya ke koonyana bakaRubhen, nakoonyana bakaGadi, nakwisiqingatha sesizwe sakwaManase, ezweni laseGiliyadi;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beza koonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nakwisiqingatha sesizwe sakwaManase, ezweni laseGiliyadi, bathetha kubo, besithi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kufika eGiliyadi kwaRubhen, kwaGadi, nakwaManase ongasempuma, bafika bathi: