Joshua 22:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Saye sisiti ngoko: Makesilungise ukuba sake isibingelo, singabi sesedini lokutshiswa, singabi sesombingo kanjalo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sithe ke, Makhe sizenzele, sizakhele isibingelelo, singesadini linyukayo, singesambingelelo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenxa yoko le nto sithe: Masilungiselele ngoku ukuze asakhele isibingelelo, singesamadini anyukayo nemibingelelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungoko ke satshoyo ukuthi: ‘Masakhe iqonga, kodwa kungabi ngenjongo yakunikela madini naminikelo kulo.’