Joshua 22:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwaza usapo luka‐Rubene nosapo luka‐Gadi lwasibiza isibingelo ngokuti: Linqi̔na pakati kwetu lokuba uyehova unguye utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi basibiza isibingelelo ngokuthi, Lingqina phakathi kwethu ukuba uYehova unguye uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaRubhen noonyana bakaGadi basibiza eso sibingelelo ngokuthi nguEdi, kuba siya kuba lingqina phakathi kwethu lokuba uYehova unguThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baza ke abantu bakwaRubhen nakwaGadi balibiza elo qonga ngokuthi: “Lingqina kuthi sonke ukuba uNdikhoyo unguThixo.” Baza ke bathi ukulibiza liNgqina.