Joshua 22:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wawatamsanqelisa, wawandulula; asuka aya ezintenteni zawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabasikelela uYoshuwa, wabandulula; baya ezintenteni zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabasikelela uYoshuwa, wabandulula, baya ezintenteni zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke uYoshuwa wabasikelela wabandulula bagoduka.