Joshua 23:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Indoda ibe nye kuni iya kusukela iwaka: ngokuba uyehova, utixo wenu, nguye onilwelayo, njengokuba etshilo kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
indoda inye kuni isukele iwaka; ngokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo, njengoko wakuthethayo kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
indoda enye kuni isukele iwaka; ngokuba uYehova uThixo wenu nguye onilwelayo, njengoko wakuthethayo kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nditsho nomntu omnye kuni angachitha-chitha iwaka eyedwa, kuba kaloku uNdikhoyo uThixo wenu uyanilwela njengoko wathembisayo.