Joshua 23:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zilumkeleni kunene ngoko, ukuba nimtande uyehova, utixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zigcineni kunene ngenxa yemiphefumlo yenu, ukuba nimthande uYehova uThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zilumkeleni, ukuze nimthande uYehova uThixo wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ze nigcise ke ngenxa yobomi benu, uNdikhoyo uThixo wenu nimthande,