Joshua 23:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nxa nika nibuye, nize ninamatele kwisisalela sezintlanga, ezi ziseleyo nani, nitshatiselane nazo, ningene kuzo, nazo zingene kuni;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ukuba nithe nabuya, nabuya nanamathela kumaqongqolo ezi ntlanga ziseleyo, ezi ke zinani, nendiselana nazo, nadibana nazo, zadibana nani:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kungenjalo ungenza nangayiphi na indlela, ubuye uwathabathe amasalela ezi zizwe, eziseleyo phakathi kwenu, uwathabathe, ungene nawo, nawo abe nawe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba kaloku xa nithe natyeka kuye nazibandakanya nezi ntlanga ziseleyo apha, nendiselana nazo,