Joshua 23:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ize nomelele kakulu, ukuba nikugcine nikwenze konke okuba̔liweyo encwadini yomteto ka‐Mosesi, ukuze ningapambuki kuyo nangasekunene nangasekohlo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yomelelani kunene, ukuze nigcine nenze konke okubhaliweyo encwadini yomyalelo kaMoses, ukuze ningasuki kuwo, nityekele ekunene nasekhohlo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yomelelani kunene, nigcine nenze konke okubhaliweyo encwadini yomyalelo kaMoses, ukuze ningatyeki kuwo, niye ekunene nasekhohlo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke yomelelani, ninyamekele nithobele yonke into ebhalwe kwincwadi yomthetho kaMosis, ningashiyi nendawo le.