Joshua 24:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wati kubo bonke abantu: Utsho uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ukuti: Oyihlo benu babehleli pesheya kwomlambo kudala, u‐Tera, uyise ka‐Abrahame, noyise ka‐Nahore; baye bekonza otixo bambi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYoshuwa kubo bonke abantu, Utsho uYehova uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ooyihlo babehleli phesheya koMlambo kususela kwaphakade, ooTera, uyise ka-Abraham, uyise kaNahore;babekhonza thixo bambi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYoshuwa kubo bonke abantu, Utsho uYehova, uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ooyihlo babehleli phesheya koMlambo kususela kwamandulo, njengoTera, uyise ka-Abraham, uyise kaNakore; bakhonza thixo bambi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhekisa kubo bonke abantu uYoshuwa wenjenje: “Utsho uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, ukuthi: ‘Kudala kanye ooyihlo-mkhulu uTera kunye noonyana bakhe uAbraham noNahore babemi ngaphesheya komlambo iEfrati, benqula *thixo bambi.