Joshua 24:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukuti u‐Yoshuwa ebantwini: Nina ningamanqi̔na ngakuni okuba niziqashele uyehova, ukuze nimkonze. Bati ke: Singamanqi̔na.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYoshuwa kubo abantu, Ningamangqina ngakuni, ukuba nina nizinyulele uYehova ukuba nimkhonze. Bathi, Singamangqina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYoshuwa ebantwini: “Ningamangqina enu ukuba ninyule uYehova ukuba nimkhonze. Bathi ke bona, Singamangqina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke uYoshuwa: “Ningamangqina enu ngokwenu ke ukuba nina nizikhethele ukukhonza uNdikhoyo.” “Ewe, singamangqina,” batsho abantu.