Joshua 24:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Yoshuwa wenza ucebano nabantu kwa ngalomini, wabamisela ummiso nesiko e‐Shekeme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYoshuwa wenza ke umnqophiso nabantu ngaloo mhla;wabamisela imimiselo namasiko kwaShekem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula ke uYoshuwa wenza umnqophiso nabantu ngaloo mini waza wabamisela umthetho nommiselo kwaShekem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini, belapho eShekem, uYoshuwa wabenzela umnqophiso abantu, wabanika imimiselo nemithetho amabayithobele.