Joshua 24:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Yoshuwa wabandulula abantu, baye abanye ngabanye emafeni abo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabandulula ke uYoshuwa abantu; elowo waya elifeni lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabandulula ke uYoshuwa abantu, elowo waya elifeni lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ke wabandulula abantu uYoshuwa, umntu ngamnye wabuyela emhlabeni olilifa lakhe.