Joshua 24:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute emveni kwezizinto, wafa u‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune, isicaka sikayehova, eyiminyaka elikulu lineshumi ubudala bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni koko, wafa uYoshuwa unyana kaNun, umkhonzi kaYehova, eminyaka ilikhulu elinashumi-nye ezelwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni kwezi zinto, wafa uYoshuwa unyana kaNun, umkhonzi kaYehova, eminyaka ilikhulu elinashumi-nye ezelwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhubha ke emva koko uYoshuwa, unyana kaNune, isicaka *sikaNdikhoyo, eminyaka ilikhulu lineshumi.