Joshua 24:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wafa no‐Elezari, unyana ka‐Arone; baza bamncw̔aba pezu kwenduli ka‐Finehasi, unyana wake, ebinikiwe kuye entabeni yakwa‐Frayime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NoElazare unyana ka-Aron wafa; bamngcwabela endulini kaPinehasi, unyana wakhe, awayinikwayo kweleentaba lakwaEfrayim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke uElazare unyana ka-Aron; yaye bamngcwabela endulini kaFinehasi unyana wakhe, awayinikwayo kweleentaba lakwaEfrayim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhubha noElazare, unyana ka-Aron, waza wangcwatyelwa eGibheya kweleentaba kwaEfrayim, emhlabeni owabelwa uPineyasi unyana wakhe.