Joshua 24:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wesuka u‐Balaki, unyana ka‐Tsipore, ukumkani wama‐Mowabi, walwa no‐Sirayeli, watuma wabiza u‐Bilame, unyana ka‐Behori, aze aniqalekise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uBhalaki unyana kaTsipore, ukumkani wakwaMowabhi, walwa namaSirayeli; wathuma, wabiza uBhileham unyana kaBhehore, ukuba aniqalekise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka uBhalaki unyana kaTsipore, ukumkani wakwaMowabhi, walwa namaSirayeli, wathumela kuBhileham unyana kaBhehore, ukuba aniqalekise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uBhalaki wakwaMowabhi, unyana kaZipore, waqubisana namaSirayeli edabini. Wathumelela uBhalam, unyana kaBhehore, ukuba abizwe eze anishwabulele,