Joshua 3:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti uyehova ku‐Yoshuwa: Kwa namhla nje ndiya kuqala ukukwenza mkulu emehlweni o‐Sirayeli bonke, ukuze bakwazi ukuba ndiya kubako nawe, njengokuba ndibe ndiko no‐Mosesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Namhlanje ndiya kuqala ukukwenza mkhulu imihlweni amaSirayeli onke, ukuze azi ukuba ndiya kuba nawe, njengokuba ndibe ndinoMoses.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Namhlanje ndiya kuqala ukukwenza mkhulu emehlweni oonyana bakaSirayeli bonke, bazi ukuba ndiya kuba nawe, njengokuba ndibe ndinoMoses.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uNdikhoyo kuYoshuwa: “Into endiza kuyenza namhlanje iya kukwenza utsho uhlonipheke kumaSirayeli, aqonde ukuba ndinawe nanjengoMosis.