Joshua 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wati kulo usapo luka‐Sirayeli: Sondelani apa, nive amazwi ake uyehova, utixo wenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYoshuwa koonyana bakaSirayeli, Sondelani apha, nive amazwi kaYehova uThixo wenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYoshuwa koonyana bakaSirayeli, Sondelani apha, nive amazwi kaYehova uThixo wenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa wabiza amaSirayeli wathi: “Sondelani nize kuva amazwi athethwe nguNdikhoyo uThixo wenu.