Joshua 4:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, xeshekweni bebegqibile bonke abantu ukuwela i‐Yoredane, wandula wateta uyehova ku‐Yoshuwa, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke, xa lwagqibelayo uhlanga lonke ukuyiwela iYordan, wathetha uYehova kuYoshuwa, esithi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlambuluka ke bonke abantu eYordan, wathetha uYehova kuYoshuwa, wathi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lakuba luwele lwaphelela uhlanga lwamaSirayeli, *uNdikhoyo wathi kuYoshuwa: