Joshua 4:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo usapo luka‐Rubene, nosapo luka‐Gadi, nesiqingata sesizwe sika‐Manase, lwawela luxo̔bile ebusweni bosapo luka‐Sirayeli, njengokuba ebetetile kulo u‐Mosesi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bawela oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase, bexhobile, phambi koonyana bakaSirayeli, njengoko wathethayo uMoses kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bawela oonyana bakaRubhen, noonyana bakaGadi, nesiqingatha sesizwe sakwaManase, bexhobile, phambi koonyana bakaSirayeli, njengoko wathethayo kubo uMoses.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amadoda esizwe sakwaRubhen nesakwaGadi, kunye nenxalenye yesizwe sakwaManase, awela kuqala kunabo bonke abantu, exhobile, njengoko wayetshilo kuwo uMosis.