Joshua 4:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wateta elusatsheni luka‐Sirayeli, esiti: Okuya abantwana benu baya kubuza oyise babo ngexesha elizayo, besiti: Amatye la ayinto nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi koonyana bakaSirayeli, Xa bathe oonyana benu babuza kooyise ngexesha elizayo, besithi, Ayintoni na la matye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathetha koonyana bakaSirayeli, wathi, Xa bathe oonyana benu babuza kooyise ngexesha elizayo, bathi, Ayintoni na la matye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kumaSirayeli: “Xa bathe abantwana benu babuza kuni, boyise, besithi: ‘Ngawantoni na la matye?’