Joshua 4:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze basazi bonke abantu bomhlaba isandla sikayehova, ukuba sinamandla sona; ukuze nimoyike uyehova, utixo wenu, imihla yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze zonke izizwe zehlabathi zisazi isandla sikaYehova ukuba somelele; ukuze nimoyike uYehova uThixo wenu imihla yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze zonke izizwe zehlabathi zisazi isandla sikaYehova ukuba somelele, ukuze zimoyike uYehova uThixo wazo ngonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo nto ke iya kwenza ukuba bonke abemi belizwe bawaqonde amandla kaNdikhoyo uThixo wenu, nani nimoyike ngalo lonke ixesha.”