Joshua 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze kube ngumqondiso oku pakati kwenu: xeshekweni abantwana benu baya kubuza ngexesha elizayo, besiti: Amatye la ayinto nina kuni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze oku kube ngumqondiso phakathi kwenu, xa bathe banibuza oonyana benu ngexesha elizayo, besithi, Ayintoni na la matye kuni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kube ngumqondiso phakathi kwenu, xa bathe oonyana benu babuza kooyise ngexesha elizayo, bathi, Ayintoni na la matye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho esithi: “La matye ngumqondiso kumaSirayeli ngazo zonke iziganeko zikaNdikhoyo. Xa bebuza ngomso abantwana benu besithi: ‘Ngawantoni na la matye?’