Joshua 5:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza inkosi yomkosi kayehova yati ku‐Yoshuwa: Susa izihlangu zako ezinyaweni zako, ngokuba indawo umi pezu kwayo iyingewele. Wenje njalo ke u‐Yoshuwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umthetheli womkhosi kaYehova kuYoshuwa, Khulula iimbadada zakho ezinyaweni zakho; kuba loo ndawo umi kuyo ingcwele. Wenjenjalo uYoshuwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi umthetheli womkhosi kaYehova kuYoshuwa, Khulula iimbadada zakho; ngokuba indawo leyo umi kuyo ingcwele. Wenjenjalo uYoshuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yathi loo ngqwayi-ngqwayi yomkhosi kaNdikhoyo: “Khulula iimbadada zakho ezo. Lo mhlaba umi kuwo ngumhlaba ongcwele.” Wenjenjalo ke uYoshuwa.