Joshua 5:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wazenzela izitshetshe zamatye abukali, walwalusa usapo luka‐Sirayeli e‐Gibeha‐haralote.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazenzela ke uYoshuwa iintshengece, wabalusa oonyana bakaSirayeli endulini yenyama yokwaluswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazenzela uYoshuwa iintshengece, wabalusa oonyana bakaSirayeli endulini yezintsu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wenjenjalo ke uYoshuwa, wawalusela endaweni ekuthiwa yiNduli yeNyama yoKwaluswa.