Joshua 5:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa onyana babo o wabebavusa esikundleni sabo, bona u‐Yoshuwa wabalusa; ngokuba bebengabangalukileyo, ngenxa yokuba bebengabalusanga endleleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke oonyana babo, awabavelisayo esikhundleni sabo, wabalusa bona uYoshuwa; kuba babengalukile, ngokuba babengabalusanga endleleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaabantwana wabavusileyo endaweni yabo, ngabo abamalusayo uYoshuwa, ngokuba bemathile, ngokuba bengabalusanga endleleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana uNdikhoyo awabakhulisa endaweni yooyise ngabo aba awabalusayo ngoku uYoshuwa, kuba kaloku babengazange boluka.