Joshua 5:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, kwakugqitywa ukwalusa bonke abobantu, bahlala endaweni yabo emnqubeni bada bapila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi bakuba belugqibile ukulwalusa lonke uhlanga, bahlala endaweni yabo eminqubeni bada baphola.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakuba belugqibile ukulwalusa uhlanga lonke, bahlala ezintenteni zabo, bada baphola.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba alusiwe ke onke, ahlala esikhululweni ada aphila loo madoda.