Joshua 6:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati ngexesha lesixe̔nxe, nxa abaperisite bebevutela ngamaxilongo, wati u‐Yoshuwa ebantwini: Memezani! ngokuba uyehova eninikile isixeko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngesihlandlo sesixhenxe, ababingeleli ukuvuthela ngezigodlo baqupha. Wathi ke uYoshuwa ebantwini, Dumani, kuba uYehova uninikile lo mzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngesihlandlo sesixhenxe ababingeleli bavuthela izigodlo, waza uYoshuwa wathi ebantwini: “Khwazani! ngokuba uYehova uninikile umzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngesihlandlo sesixhenxe, xa ababingeleli babevuthela izigodlo, uYoshuwa wathi kumadoda akhe: “Ze nihlabe umkhosi, nimemeze, kuba uNdikhoyo usinikile esi sixeko!