Joshua 6:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati uyehova ku‐Yoshuwa: Bona ke, ndinikile esandleni sako i‐Jeriko, nokumkani wayo, n amagoṙa abuṙoti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Khangela, ndiyinikele esandleni sakho iYeriko, nokumkani wayo, namagorha anobukroti,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Yabona, ndiyinikela esandleni sakho iYeriko, nokumkani wayo, namagorha anobukroti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
*UNdikhoyo wathi kuYoshuwa: “IJeriko ndiyinikela kuwe, kunye nokumkani wayo, kwakunye namagorha ayo.