Joshua 6:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ebetshilo u‐Yoshuwa kulawomadoda mabini abehlolile ilizwe, ukuti: Ngenani endlwini yompinyiswa lowo, nipumise kona inkazana leyo, nabo bonke inabo, njengokuyifungela kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYoshuwa wayeselethe kumadoda amabini abelihlolile ilizwe, Yiyani kwindlu yenkazana leya ilihenyukazi, niyikhuphe khona loo nkazana nento yonke enayo, njengoko nayifungelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYoshuwa kumadoda amabini abelihlolile ilizwe, Ngenani endlwini yehenyukazi, niyikhuphe loo nkazana nayo yonke impahla yayo, njengoko nayifungelayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa wathi la madoda mabini ayeziintlola makaye kwaRahabhi, eze naye nabantu bakowabo, njengoko ayethembisile.