Joshua 6:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yoshuwa wabafungisa ngeloxesha, ngokuti: Makaqalekiswe pambi kwoyehova lowamntu oya kusuka ake esisixeko i‐Jeriko; wosiseka ngowamazibulo wake, nengcango zaso wozimisa ngomncinane wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafunga uYoshuwa ngelo xesha, esithi, Uqalekisiwe phambi koYehova umntu oya kusuka awakhe lo mzi, iYeriko le; wowuseka ngowamazibulo akhe, azimise iingcango zawo ngowamathumbu akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawaqalekisa uYoshuwa ngelo xesha, esithi, Uqalekisiwe phambi koYehova umntu oya kusuka awakhe lo mzi, iYeriko le; wowuseka ngowamazibulo akhe, unyana wakhe omncinane awamise amasango ayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa wafunga wathi: “Uqalekisiwe nguNdikhoyo umntu ovusa esi sixeko saseJeriko. Akubeka isiseko saso woswelekelwa lizibulo lakhe. Akuvusa amasango aso woswelekelwa nguntondo wakhe.”