Joshua 6:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo uyehova ubenaye u‐Yoshuwa, lwaye udumo lwake lu vakala kulo lonke ilizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova waba noYoshuwa; udumo lwakhe lwaba sezweni lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova waba noYoshuwa; udumo lwakhe lwaphuma ehlabathini lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo waba noYoshuwa, lwavakala kulo lonke udumo lwakhe.