Joshua 7:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza wasondeza indlu yake, ngendoda ngendoda; kwaye kuqashwa u‐Hakane, unyana ka‐Kami, unyana ka‐Zabedi, unyana ka‐Zera, owesizwe sika‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wayisondeza indlu yakhe ngokwamadoda ayo, kwacishwa uAkan, unyana kaKarmi, unyana kaZabhedi, unyana kaZera, wesizwe sakwaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wasondela elowo endlwini yakhe; kwakhethwa uAkan, unyana kaKarmi, unyana kaSabhedi, unyana kaSeraki, wesizwe sakwaYuda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaza kwalathwa umzi kaZabhedi. Eza ngaphambili amadoda aloo mzi, kwaza kwalathwa uAkana unyana kaKarmi umzukulwana kaZabhedi wakwaZera wesizwe sakwaJuda.