Joshua 7:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo kwenyuka ebantwini ukuya kona, amadoda angati angamawaka matatu; asuka abaleka pambi kwamadoda ase‐Hahai.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwenyuka ke kwaya khona kubantu amadoda amayela kumawaka amathathu; esuka asaba phambi kwamadoda aseAyi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwenyuka ke kwaya khona amadoda amalunga namawaka amathathu, asaba phambi kwamadoda aseAyi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ke, kwaphuma amawaka amathathu ukuya kuhlasela iAyi, kodwa asuka aswantsuliswa.