Joshua 8:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wati uyehova ku‐Yoshuwa: Ungoyiki, ungatuswa nokutuswa; tabata nawe bonke abantu bokulwa, usuke, uye e‐Hahai; bona ke, ndinikile esandleni sako ukumkani we‐Hahai, nabantu bake, nesixeko sake, nelizwe lake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukoyika, ungaqhiphuki umbilini. Thabatha bonke abantu bokulwa, usuke, unyuke, uye eAyi. Yabona, ndimnikele esandleni sakho ukumkani waseAyi, nabantu bakhe, nomzi wakhe, nelizwe lakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukoyika, musa ukoyika; thabatha onke amadoda okulwa, uyigqibe, unyuke uye eAyi; yabona, ndimnikela esandleni sakho ukumkani waseAyi, nabantu bakhe, nomzi wakhe, nelizwe lakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku wathi *uNdikhoyo kuYoshuwa: “Uze ungoyiki, ungankwantyi. Thatha wonke umkhosi wakho, uhlasele iAyi. Ukumkani waseAyi, kunye nabantu bakhe, nesixeko sakhe, kunye nalo mhlaba wakhe, ndimnikele ezandleni zakho.