Joshua 8:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kusoyiseka u‐Yoshuwa no‐Sirayeli bonke pambi kwabo; bada babaleka ngendlela yasentlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYoshuwa namaSirayeli onke bazenza aboyisiweyo phambi kwabo, barhola ngendlela yasentlango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYoshuwa nabo bonke oonyana bakaSirayeli bazenza ngathi boyisiwe phambi kwabo baza basaba ngendlela eya entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa namadoda omkhosi wakhe yena wanga uyabaleka, wabheka ngasentlango.