Joshua 8:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wauya kwenzela i‐Hahai nokumkani wayo, njengokuba ubusenzela i‐Jeriko nokumkani wayo: kodwa amaxoba ayo, nenkomo zayo, niya kuzipangela zona: beka abalaleli ngakuso isixeko, ngasemva kwaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wenze kwiAyi nokumkani wayo njengoko wenza ngako kwiYeriko nokumkani wayo; kodwa nozithimbela amaxhoba ayo, neenkomo zayo;wobeka kuloo mzi abalaleli emva kwawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wenze kwiAyi nokumkani wayo njengoko wenza ngako kwiYeriko nokumkani wayo; kodwa noyithimba impahla yayo, neenkomo zayo; lalelani umzi ngasemva kwawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nalapha eAyi uze wenze laa nto wawuyenze eJeriko nakukumkani wakhona. Kodwa ngoku amaxhoba eenkomo kunye nezinye izinto nize nizithathele zona. Nize nizilungiselele ukuyiqubula loo dolophu, nibe nabalaleli ngapha kwayo.”