Joshua 8:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukumkani we‐Hahai bambamba ehleli, bamzisa ku‐Yoshuwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bambamba ehleli ukumkani waseAyi, bamsondeza kuYoshuwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ambamba ukumkani waseAyi ephila, amzisa kuYoshuwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ngaphandle kokumkani waseAyi yedwa. Kanti ke naye wabanjwa wasiwa kuYoshuwa.