Joshua 8:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, bonke ababewile ngaleyomini, kwa namadoda nabafazi, bebengamawaka alishumi linamabini, bonke abantu base‐Hahai.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bonke abawayo ngaloo mini, bethabathela kwindoda besisa kumfazi, bangamawaka alishumi elinamabini, bonke abantu baseAyi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ke, bonke abawayo ngaloo mini, amadoda nabafazi, baba lishumi elinamabini lamawaka, onke amadoda aseAyi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini kwabulawa yonke into engumntu eAyi, kwafa ishumi elinambini lamawaka lamadoda nabafazi.