Joshua 8:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wesuka u‐Yoshuwa, nabo bonke abantu bokulwa, ukuya kunyukela ngase‐Hahai. Waza u‐Yoshuwa wanyula amadoda amawaka angamashumi matatu, engamagoṙa abuṙoti, wawasusa inxenye ebusuku,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uYoshuwa nabantu bonke bokulwa, wenyuka, waya eAyi.UYoshuwa wanyula amadoda angamagorha anobukroti, angamashumi amathathu amawaka, wawasusa ngobusuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazilungiselela uYoshuwa namagorha onke okulwa eAyi; uYoshuwa wanyula amadoda angamakroti angamashumi amathathu amawaka, wawathuma ebusuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa waxhabashela ukuya eAyi kunye nomkhosi wakhe. Wakhetha amawaka amashumi mathathu awona angamakhalipha kumadoda omkhosi, wawakhupha ngobusuku