Joshua 8:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waba̔la nakona pezu kwamatye isipindwa somteto ka‐Mosesi, owasiba̔layo ebusweni bosapo luka‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabhala khona ematyeni, wawuphinda ukuwubhala umyalelo kaMoses, awawubhalayo phambi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawubhala ematyeni umbhalo womyalelo kaMoses, abewubhala phambi koonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa wawakhuphela umthetho kaMosis, ewukrola ematyeni, amaSirayeli ejongile.